Mna ndingu Lindiwe Tapile. Ikhaya lise Monti kodwa ndiphangele eMthatha. Ndadibana nabantu bakwa Sizabantu apha eMthatha beze kwipresentation, ndabe ndinonyana wam owayesitya ii-drugs. USinalo ndamzisa last year May 2019, safika samkelwa ngezandla ezishushu ezinobubele; nam ndahlala 5 days ndifun’ ubona imeko yaphaya. Okokuqala kuyahluthwa, umntu utya ii-meals ezintathu futhi xana ungahluthanga uyaphinda uyophakelwa okunye ;